Ndiza

作词:Bulelwa Mkutukana

作曲:Bulelwa Mkutukana

所属专辑:Africa Celebrates World Music Month: 2023(Explicit)

歌词

@migu music@

@migu music@

Ndiza - Zahara

Lyrics by:Bulelwa Mkutukana

Composed by:Bulelwa Mkutukana

Ndihambile

Ndibonile

Bandixelele

Bandinikile

Ndingafunanga

Ndingabuzanga

Ndiza ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ah ndiza ndiza ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ah ndiza ndiza ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ahaha ndiza ah ah ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ndizam'kucinga aha

Ndiyahluleka aha

Ingqondo yami

Iyakhawuleza

Kuyehla kuyasa

Kum uyafana

Ndonakele hee hee

Ndiza ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ahaha ndiza ah ah ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ahaha ndiza ndiza ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

Ahaha ndiza ah ah ndiza

Ndizaw'buya ndikuphathel'ntliziyo yami

Uzuyenze msulwa yona

展开