Abantu balendawo

作词:暂无

作曲:Bongani Mahlaole

所属专辑:Umbulelo Wam

歌词

@migu music@

@migu music@

kukhw'a bantu kule ndawo

abafun'ubona ntwe ntle tu

xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya

bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho

ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi

Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba

Uphalale njengabo

Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi

Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono

Abasafuni nohlala nam

Xandingena bayaphakama bahambe

Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe

Bendifunu thando njena

Kant'abantu balendawo banjaniiii

Abafunu bona ntwentle tu

Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya

Bath'uzenza ngcono

Ngcon'ulandili phupha lakho

Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh

Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba

Uphalale njengabo

Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu

Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya

Bath'uzenza ngcono

End

展开